December 24, 2023

Stax Masiza - Xesha Lam (Lyrics)

Title: Xesha Lam

Artist: Stax Masiza

Intro:
(Wait! It’s the kids next door)

Ooo wee (Ooo wee)
Ooo wah (Ooo wah)
Ndifike nge (Ooo wee)
Ndifike nge (Ooo wah)
Ndifike nge vibe (Vibe, vibe, vibe, vibe)
Ndifike nge, Ndifike nge

Chorus:
Ahhh!
Ndifike nge vibe (Xesha Lam)
Bag encinci on my side (Xesha Lam)
Bopa ibanky I’m high (Xesha Lam)
Push umculo till I die (Xesha Lam)
Never slip when I slide (Xesha Lam)
Aiii (Xesha Lam)

Hook:
Ngsazo poppa nge
Xesha Lam, Xesha Lam
Xesha Lam, Xesha Lam
Xesha Lam, Xesha Lam
Xesha Lam, Xesha Lam

Chorus:
Ndifike nge vibe (Xesha Lam)
Bag encinci on my side (Xesha Lam)
Bopa ibanky I’m high (Xesha Lam)
Push umculo till I die (Xesha Lam)
Never slip when I slide (Xesha Lam)
Aiii (Xesha Lam)

Hook:
Ngsazo poppa nge
Xesha Lam, Xesha Lam
Xesha Lam, Xesha Lam
Xesha Lam, Xesha Lam
Xesha Lam, Xesha Lam

Verse 1:
My time
Ku khala uNkanyezi
When I shine
Ndi qithe eKaapa
Ndaphindela eJozi
Ngapha the pozi’s a mazza
Bright future, dingizaza
Phez kwe mic ndya lemaza
And’ba xoleli, ub’mandi awupheli
Ku le jam alley uzo twasa
Ugh,
Ngena endaweni
Zinja zam, man I pray that they win
Secure the bag like passing begin
Okokoko and again and again
Band’biza uMasiza
Cava the Visa
Xesha Lam, Xesha Lam,
Xesha Lam, Xesha Lam,
Xesha Lami liyabiza

Chorus:
Ndifike nge vibe (Xesha Lam)
Bag encinci on my side (Xesha Lam)
Bopa ibanky I’m high (Xesha Lam)
Push umculo till I die (Xesha Lam)
Never slip when I slide (Xesha Lam)
Aiii (Xesha Lam)

Hook:
Ngsazo poppa nge
Xesha Lam, Xesha Lam
Xesha Lam, Xesha Lam
Xesha Lam, Xesha Lam
Xesha Lam, Xesha Lam

Chorus:
Ndifike nge vibe (Xesha Lam)
Bag encinci on my side (Xesha Lam)
Bopa ibanky I’m high (Xesha Lam)
Push umculo till I die (Xesha Lam)
Never slip when I slide (Xesha Lam)
Aiii (Xesha Lam)

Hook:
Ngsazo poppa nge
Xesha Lam, Xesha Lam
Xesha Lam, Xesha Lam
Xesha Lam, Xesha Lam
Xesha Lam, Xesha Lam

Verse 2:
Xesha lam libalukile
Bathetha ngam
Kodwa andiyo Nokia
I just pull up noghabadiya
As’nalo ixesha labo mama mia

When I wake up I get it and go
Change my drip
Now I’m changing these clothes
Trust me I’ll never biza
I’ll miza your ntsiza
I’m wiser - stay high
On the low

So, the business? Mind yours
Umculo wami opens doors
I can never overdose
Sharp like my scissor
They never cut close
Get it? Of course
Condiments - I got the sauce
Xesha Lam, Xesha Lam
Xesha Lam, Xesha Lam
Xesha lami I’ll be doing the most

Outro:
Ndifike nge vibe
Bag encinci on my side
Bopa ibanky I’m high
Push umculo till I die
Never slip when I slide
Aiii
Ngsazo poppa nge
Xesha Lam, Xesha Lam
Xesha Lam, Xesha Lami

photo output

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

linkedin facebook pinterest youtube rss twitter instagram facebook-blank rss-blank linkedin-blank pinterest youtube twitter instagram